DictionaryForumContacts

   
A B C D E F G H I J L M N O P Q R S T U V W Z   <<  >>
Terms for subject Economy (772 entries)
primary business ishishini ngemithombo yendalo
primary business ishishini ngeemveliso zendalo
primary business ishishini ngeemveliso ezikrwada
primary industry ushishino ngemithombo yendalo
primary industry ushishino ngeemveliso zendalo
primary industry ushishino ngeemveliso ezikrwada
primary production imveliso ngezendalo
primary production imveliso ngezikrwada
primary sector ushishino ngemithombo yendalo
primary sector ushishino ngeemveliso zendalo
primary sector ushishino ngeemveliso ezikrwada
principal (a loan) inkunzi yemali ezalayo
private company inkampani yabucala
private company inkampani ezimeleyo
private enterprise ishishini labucala
private enterprise ishishini elizimeleyo
private property impahla engeyokarhulumente
production ukuvelisa
productivity (labour efficiency) umlinganiselo wemveliso
profit inzuzo