DictionaryForumContacts

   
A B C D E F G H I J L M N O P Q R S T U V W Z   <<  >>
Terms for subject Economy (772 entries)
poverty rate izinga lendlala
poverty rate izinga lentlupheko
poverty rate izinga lobuhlwempu
price ceiling (maximum price) ixabiso eliphezulu elimiselweyo
price elasticity usabelo kwinguqu-maxabiso
price floor (lowest acceptable price) ixabiso eliphantsi elimiselweyo
price stability uzinzo kumaxabiso
primary business ishishini ngemithombo yendalo
primary business ishishini ngeemveliso zendalo
primary business ishishini ngeemveliso ezikrwada
primary industry ushishino ngemithombo yendalo
primary industry ushishino ngeemveliso zendalo
primary industry ushishino ngeemveliso ezikrwada
primary production imveliso ngezendalo
primary production imveliso ngezikrwada
primary sector ushishino ngemithombo yendalo
primary sector ushishino ngeemveliso zendalo
primary sector ushishino ngeemveliso ezikrwada
principal (a loan) inkunzi yemali ezalayo
private company inkampani yabucala