DictionaryForumContacts

   
A B C D E F G H I J L M N O P Q R S T U V W Z   <<  >>
Terms for subject Economy (772 entries)
pension imali yomhlala-phantsi
pension fund ingxowa-mali yomhlala-phantsi
per capita income ingeniso ngokomntu ngamnye elizweni
perpetual succession ukuqhuba kweshishini de livalwe
personal savings ukuzongela imali
physical capital isixhobo sokuvelisa esiphathekayo
physical capital isixhobo sokuvelisa esibambekayo
planned economy uqoqosho olucwangcisiweyo
poverty rate izinga lendlala
poverty rate izinga lentlupheko
poverty rate izinga lobuhlwempu
price ceiling (maximum price) ixabiso eliphezulu elimiselweyo
price elasticity usabelo kwinguqu-maxabiso
price floor (lowest acceptable price) ixabiso eliphantsi elimiselweyo
price stability uzinzo kumaxabiso
primary business ishishini ngemithombo yendalo
primary business ishishini ngeemveliso zendalo
primary business ishishini ngeemveliso ezikrwada
primary industry ushishino ngemithombo yendalo
primary industry ushishino ngeemveliso zendalo